Psalms 40:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandul’ ukuti: Nanku sekusiza mna: emqulwini wencwadi kuba̔liwe ngam:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndaza ndathi, Yabona, Ndiyeza; encwadini esongwayo kubhaliwe ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi, Yabona, ndiyeza; encwadini kubhalwe eyam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungoko ke ndathi mna: “Njengoko kubhaliwe ngam encwadini, ewe, ndim lo.