Psalms 41:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiyazi ngoku ukuba uyanditanda, ngokuba utshaba lwam lungenakundivuyelela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndazi ngale nto, ukuba undinonelele, Yokokuba lungenakundidumela utshaba lwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyazi ngale nto ukuba uyandithanda, Ngokuba alundoyisi utshaba lwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phofu ke ndiyazi ukuba undikhathalele, kuba azinakundivuyelela iintshaba zam.