Psalms 41:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo okwam, uyandisekela ekunyaniseni kwam; uyandimisa ebusweni bako ngonapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ekugqibeleleni kwam uyandixhasa, Undimisa phambi kwakho ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna uya kundixhasa ngokuthembeka kwam, Undimisa phambi kwakho ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyandinceda kuba ndimsulwa; undibeka phambi kwakho ngalo lonke ixesha.