Psalms 41:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intshaba zam ziyateta kakubi ngam: Wofa ninina, lize libube igama lake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iintshaba zam zithetha kakubi ngam; Zithi, Uya kufa nini na, lidake igama lakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iintshaba zam zithetha kakubi ngam, zisithi, Uya kufa nini na, lidake igama lakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zahlekisa ngam iintshaba zisithi: “Uya kufa nini kakade, angabi sakhunjulwa bani?”