Psalms 42:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inyembezi zam bezikukutya kwam emini nasebusuku, nxa bati kum imihla yonke: Upina utixo wako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iinyembezi zam zaba kukudla kwam imini nobusuku, Bakuthi kum imihla yonke, Uphi na uThixo wakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iinyembezi zam zaba kukudla kwam imini nobusuku, Bakuthi kum imihla yonke, Uphi na uThixo wakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imini nobusuku ndiyinyhididi kukugixa. Ke zona izibhoxi zasoloko zindiphoxa zisithi: “Ude abe phi na lo Thixo wakho?”