Psalms 43:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina ukuba utobeke, mpefumlo wam? kunganina nokuba ube nesitukutezi pakati kwam? Tembela kutixo; ngokuba ndisaza kubulela kuye, uncedo lwobuso bam, notixo wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungani na ukuba usibekeke, mphefumlo wam? Kungani na ukuba ugule ngaphakathi kwam? Lindela kuThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye, Olusindiso lobuso bam, noThixo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungani na ukuba usibekeke, mphefumlo wam? kanti ukhathazekile ngam? Kholosa ngoThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye, olusindiso lobuso bam, noThixo wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka? Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka? Hayi bo! Mandikholose ngoThixo, khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.