Psalms 44:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyatengisa ngabantu bako kungeko ndyebo; kanti akwandisi indyebo yako ngexabiso labo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathengisa ngabantu bakho, akwazuza, Akwalinyusa ixabiso labo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathengisa ngabantu bakho, akwazuza, Akwalinyusa ixabiso labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bakho wabathengisa ngelize, wena akwafumana nzuzo ngabo.