Psalms 44:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Konke oku kufikile pezu kwetu; kanti asikulibalanga, asixokanga elucebanweni lwako kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oko konke kusifikele, asikulibalanga wena, Asixokanga emnqophisweni wakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Konke oko kwasihlela; kanti asikulibalanga, asenzanga buxoki emnqophisweni wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke ezi zinto zasihlela, nangona singazange sakulibala thina, okanye siwutshinizele umnqophiso wakho.