Psalms 45:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Udlule onyana babantu ngokuba mhle; kugalelwe ufefe emlonyeni wako: utixo ngoko ukutamsanqelisile kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umhle wamhle ngaphezu koonyana babantu; Kugalelwe ubumnandi emlonyeni wakho; Ngenxa yoko ukusikelele uThixo wakho ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umhle yena ngaphezu koonyana babantu; Kuphalala inceba emlonyeni wakho; ke ngoko, uThixo akusikelele ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kubo bonke wen' uyinzwan' engenasiphako; uliciko elicikoza kuvokotheke. Kaloku uThixo ukuthamsanqele ngezingaphele ndawo iintsikelelo.