Psalms 47:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inkosi zezizwe zihlanganisene n abantu botixo ka‐Abrahame; ngokuba amakaka omhlaba elunge kutixo; upakamile kakulu yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amanene ezizwe ahlanganisene, Abantu boThixo ka-Abraham;Ngokuba iingweletshetshe zehlabathi zezikaThixo; Unyusiwe kakhulu yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlanganisene ookumkani bezizwe, ewe, uhlanga loThixo ka-Abraham, ngenxa yokuba iingweletshetshe zehlabathi zezikaThixo; uphakame kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amatshawe ezizwe aqukene ngeentloko; nawo amatwa nabendlu yoThixo ka-Abraham. Amagorha ehlabathi ngakaThixo; yena nguMongameli ovelele bonke.