Psalms 48:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lotixo e ngutixo wetu ngonapakade kanapakade; wosikokela kude kube sekufeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba lo Thixo nguThixo wethu ngonaphakade kanaphakade, Yena uya kusikhapha kude kuse ekufeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba lo Thixo nguThixo wethu ngonaphakade kanaphakade: Uya kusikhokelela ekufeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, yena uThixo nguThixo wethu, ngoku nanini na. Yena uya kusikhapha kude kuse ephakadeni.