Psalms 48:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, kangela, okumkani bebehlanganisene, badlula kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nabo ookumkani babenqophisene, Bawela beza kunye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nabo ookumkani babendawonye, bawela kunye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nâzo izikumkani zihlanganisana; nâzo zidibana zimanyana.