Psalms 48:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babona, bandul’ ukuti nqa; betuswa, bemka ngobunxamo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakuthi ukubona, abakhuluma; Bakhwankqa, babaleka buphuthuphuthu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakubona ke oko, bakhwankqiswa; bayacaphuka, bakhawuleze.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe zithe zakuyalama, zasuka zamangaliswa, zasuka zankwantya, zasaba zingabhungisanga.