Psalms 49:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti umntu oseludunyweni akahlali noko; uyafana nenkomo ezitshabalalayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke umntu enobuhandiba akanakuhlala, Ufana neenkomo ezi zitshabalalayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena obekekileyo akahlali; nifana nezilwanyana ezitshabalalayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu akanako ukukuphepha ukufa ngokuba esisinhanha. Hayi bo! Uyatshabalala njengezilwanyana.