Psalms 49:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lendlela yabo ibubudenge babo; kanti abezayo emva kwabo bayakolwa kukuteta kwabo. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyo le indlela yabanyabileyo, Neyabo babalandelayo, bekholiswa ngumlomo wabo. (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyo le indlela yabo, nokumatha kwabo, nembewu yabo ivumelana namazwi abo. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nâso ke isiphelo sabasweli-kuqonda, abo bakhohliswa ziingcinga zabo.