Psalms 49:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa utixo uya kukulula umpefumlo wam emandleni encw̔aba; ngokuba eya kundamkela. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa uThixo uya kuwukhulula umphefumlo wam esandleni selabafileyo, Ngokuba eya kundithabatha. (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uThixo uya kuwuhlangula umphefumlo wam emandleni eHadesi, ngenxa yokuba uya kundamkela. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna ke, uThixo uya kundikhulula; uya kundihlangula andithathele kuye.