Psalms 49:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba engayi kumka nanto akufa; ubungcwalisa bake abuyi kuhla emva kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ekufeni kwayo ayiyi kuthabatha nento, Aluyi kuhla emva kwayo uzuko lwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa ithe yafa, ayisayi kuthabatha nto; abuyi kuhla emva kwakhe uzuko lwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akanakuhamba nabo xa afayo; ubutyebi buya kusala ngasemva.