Psalms 49:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuba ati, nxa asadla ubomi, awutamsanqelise umpefumlo wake, bati abantu bakudumise, oko wenzayo ngokuzikolisa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nakuba umntu ekudleni kwakhe ubomi ebewusikelela umphefumlo wakhe, Bekudumisa ngokuzichwayithisa kwakho,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nangona wawusikelela umphefumlo wakhe ngoxa wayesaphila, yaye abantu baya kukudumisa xa uthe wazenzela okulungileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nakuba ebezicingela ukuba wonwabile ngokuya ebesaphila, nokuba ebenconywa ngempumelelo,