Psalms 5:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mabavuye bonke abatemba kuwe; mabadanduluke ngovuyo kude kube ngunapakade, ngokuba ubakusela: nabatanda igama lako mabagcobe kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mabavuye bonke abazimela ngawe, Bamemelele ngonaphakade, ubakhusele; Badlamke ngawe abalithandayo igama lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mabanoyolo bonke abakholose ngawe; Mabahlale bevuya, ngokuba ubakhusela; mabavuye ngawe abalithandayo igama lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayavuya bonke abo bathembela ngawe; bohlala bechulumacha luvuyo. Kaloku uyabakhusela abo bakuthandayo; abo ke banemihlali ngenene.