Psalms 5:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pulapula ilizwi lokubongoza kwam, Kumkani wam, notixo wam! ngokuba ndiya kutandaza kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Libazele indlebe izwi lokuzibika kwam, Kumkani wam, Thixo wam; Ngokuba ndithandaza kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Live ilizwi lokuzibika kwam, Nkosi yam, Thixo wam, ngokuba ndithandaza kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuve ukukhala kwam, kumkani wam, Thixo wam, xa ndithandazayo kuwe.