Psalms 5:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilizwi lam uya kuliva kusasa, Yehova! kwa kusasa ndolibekisa kuwe, ndikangele pezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yehova, uya kuliva izwi lam kwakusasa, Kwakusasa ndiya kuwusingisa kuwe umthandazo wam, ndibonisele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yehova, uya kuliva izwi lam kwakusasa; kusasa ndiya kuwubhekisa kuwe umthandazo wam, ndibheke phezulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyawuva umthandazo wam, Ndikhoyo, kwakusasa: kwakusasa ndizibika kuwe, ndilinde impendulo.