Psalms 5:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kubu̔bi̔sa abo bateta ubuxoki; uyehova uya kuzonda umntu wegazi nenkohliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabatshabalalisa abathetha amanga; Indoda enegazi nenkohliso ilisikizi kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bapheliseni abathetha ububi; uYehova uya kulicekisa umntu ophalaza igazi nokhohlisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyawatshabalalisa amaxoki; ewe, Ndikhoyo, abaxhaphi-gazi nabakhohlisi banezothe kuwe.