Psalms 50:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyahlala uteta ngakuye umninawe wako; uyahleba unyana wonyoko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi uhlale uthethe ngomzalwana wakho, Uhlaze umntwana kanyoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthi uhlale uthethe ngomzalwana wakho; uyanyelisa unyana kanyoko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uncokola kakubi ngamawethu; uhleba nomntakanyoko lo.