Psalms 50:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kubiza izulu kwa pezulu, nomhlaba, ukuze agwebe abantu bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubiza izulu phezulu, Nehlabathi, ukuba agwebe phakathi kwabantu bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kulibiza izulu phezulu, nehlabathi, ukuba ligwebe phakathi kwabantu bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umema amazulu kwanehlabathi, xa aza kugweba abantu bakhe.