Psalms 52:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna ndinjengomnquma oluhlaza endlwini katixo: ndiyatembela ebubeleni bukatixo ngonapakade kanapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke mna ndinjengomnquma oluhlaza endlwini kaThixo;Ndikholose ngenceba kaThixo ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndinjengomnquma oluhlaza endlwini kaThixo; Ndikholose ngenceba kaThixo ngamaxesha onke, kanaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna ndinjengomnquma oyokoyoko; ndihlala phakathi endlwini kaThixo. Ndihlala ndikholose ngezibele zothando lukaThixo; kuya kude kube ngunaphakade.