Psalms 53:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Azaba intsindiswa zo‐Sirayeli zabezivele e‐Ziyone! Nxa utixo aya kubuyisa ukutinjwa kwabantu bake, uya kugcoba u‐Yakobi, uya kuvuya u‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akwaba bekuvela eZiyon ukusindiswa kwamaSirayeli!Ekubuyiseni kukaThixo abantu bakhe ekuthinjweni, Wogcoba uYakobi, avuye uSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba beluphuma eZiyon usindiso lukaSirayeli! Xa uThixo ebuyisela abantu bakhe ukuthinjwa, uya kuvuya uYakobi noSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akwaba ingavela eZiyon inkululeko yamaSirayeli! Akuba uThixo eyibuyisele inkqubela yabantu bakhe, abakwaYakobi baya kugcoba, achulumache amaSirayeli.