Psalms 54:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba endikulule kubo bonke ubunzima; neliso lam likangele pezu kwentshaba zam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba lindihlangule embandezelweni yonke; Iliso lam libonela iintshaba zam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba undihlangule kuzo zonke iimbandezelo, Neliso lam libone ikhwele labandibandezelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuzo zonke iingxaki zam wena undihlangule; ukoyiswa kweentshaba zam ndikubone ngamehlo.