Psalms 55:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo uya kuva, ababandezele, kwa yena uhleliyo kwa kudala. Sela. Ngenxa yokuba kungeko ziguquguquko kubo, abamoyiki ngoku utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo uya kuva, abaphendule, Uselokwamandulo ehleli, (Phakamisani.) Abo bangenanguquko, Bangamoyikiyo uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo uya kuva, abacinezele, ohleli kumaxesha amandulo. Sela. Ngenxa yokuba abananguquko, ngoko abamoyiki uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, uThixo owaba sesihlalweni kwamandulo uza kusabela; waye ke eya kuzibhukuqa. Kaloku zona aziguquki, zingamkhathalele noThixo.