Psalms 55:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lahlela kuyehova umtwalo wako; wokuxasa ke yena: akasayi kuza avume ukuba olungileyo ashukunyiswe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umthwalo wakho wulahlele kuYehova; yena wokuzimasa; Akayi kuliyekela ilungisa lishukunyiswe naphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umthwalo wakho wulahlele kuYehova, yaye yena wokuxhasa; Akayi kuliyekela ilungisa lishukunyiswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iingxaki zakho ziphose kuNdikhoyo; yena uya kukuxhasa, akayi kuze aliyekele ilungisa.