Psalms 55:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wena, Tixo! uya kubahlisela emnxunyeni wentshabalalo; abantu begazi nabenkohliso abayi kuqingatisa imihla yabo: kodwa mna ndiya kutembela kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena ke, Thixo, uya kubahlisela emngxunyeni wesihogo.Abantu bamagazi nenkohliso abayi kuyiqingathisa imihla yabo; Ke mna ndikholose ngawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ke, Thixo, uya kubahlisela emngxunyeni wesihogo; kodwa ndikholose ngawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, Thixo, uya kubeyelisela enzonzobileni abangendawo, ababulali namatshijolo, bengekagqibi nesiqingatha sobomi. Ukanti ke mna ndiya kukholosa ngawe.