Psalms 55:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kufike ukwoyika nokunkwantya pezu kwam; ingcangcazelo indigubungele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukoyika nokuthuthumela kundingene; Ndigutyungelwe kukududuzela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndafikelwa lunkwantyo nokungcangcazela, ndafikelwa kukuxhalaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andoyiki ndiyagubha! Ukunkwantya kuyandirhwaqelisa.