Psalms 56:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
YIBA nofefe kum, Tixo! ndinxanyelwe ngumntu; esilwa imihla yonke nje, uyandincinezela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kumongameli; ngeyehobe elithe cwaka phakathi kwabakude.EkaDavide. Eliligugu. Ukubanjwa kwakhe ngamaFilisti eGati.Ndibabale, Thixo, ngokuba abantu bendizonda; Bandixinile, besilwa yonke imini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iculo likaYonatarokokim, uMikitam kaDavide, ekumthimbeni kwakhe amaFilisti eGati. Osilwa imini yonke uyanditshutshisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu, Thixo, velana nam, kuba iintshaba ziyandihlasela; maxa onke ziyanditshutshisa.