Psalms 56:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uhlangule umpefumlo wam ekufeni: akuyi kuhlangula inyawo zam ekuweni na, ndize ndihambe ebusweni botixo ekukanyeni kwabahleliyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uwuhlangule ekufeni umphefumlo wam, Iinyawo zam ekukhubekeni, Ukuba ndihambe phambi koThixo Ekukhanyeni kobomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uwuhlangule ekufeni umphefumlo wam; Akuyi kuzikhulula na iinyawo zam ekukhubekeni, Ukuba ndihambe phambi koThixo ekukhanyeni kobomi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba undihlangule ekufeni, undisindise ekoyisweni, ukuze ndibe phambi koThixo, ndidle ubomi njalo-njalo.