Psalms 57:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndokudumisa, Nkosi! pakati kwezizwe; ndocula kuwe pakati kwentlanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubulela kuwe phakathi kwezizwe, Nkosi yam; Ndiya kukubethela uhadi phakathi kwezizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubulela kuwe, Yehova, phakathi kweentlanga; phakathi kwezizwe ndiyathanda ukucula kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kukuncoma phakathi kweentlanga, Nkosi; ewe, ndokudumisa naphakathi kwezizwe.