Psalms 58:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NIYATETA okulungileyo ngenyaniso na, ntlanganiso? niyagweba ngokufanelekileyo na, bonyana babantu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kumongameli; ngethi, Ungonakalisi. EkaDavide. Eliligugu.Yinene na kodwa ukuba nithetha ubulungisa, nina bothixo?Nigweba oonyana babantu ngokuthe tye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kumvumi, Altaschithe, Miktame van Davida. Nigweba ngobulungisa na, nyana babantu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba anikhethi buso na kodwa, nina balawuli, xa nilawulayo? Anibalamli ngegobe kodwa abantu?