Psalms 58:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye abantu beya kuti: Ngenyaniso kuko umvuzo kuye olungileyo; ngenyaniso kuko utixo egweba emhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi umntu, Inene, ilungisa linesiqhamo; Inene, ukho uThixo ogwebayo ehlabathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko uthile uya kuthi: “Eneneni, kukho umvuzo welungisa; Inene, nguThixo ogwebayo ihlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu baya kutsho bathi: “Kuthe kanti kuneziqhamo ukuba lilungisa; ngenene ukho uThixo olilawulayo ihlabathi.”