Psalms 59:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo wobubele bam uya kundandulela; utixo uya kundikangelisa pezu kwabandihlolayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wam uya kundikhawulela ngenceba yakhe; UThixo uya kundibonisa abandilaleleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wam uya kundikhawulela ngenceba yam; uThixo uya kundibonisa oko ndikunqwenelayo ezintshabeni zam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yokuba undithanda uyandihlangabeza, Thixo wam; uya kuziswantsulisa iintshaba zam.