Psalms 59:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yesono somlomo wabo, n amazwi emilomo yabo, mababanjwe ngoko er̔atshini labo, nangenxa yokutuka nokuxoka a bakutetayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isono somlomo wabo lilizwi lemilebe yomlomo wabo;Mababanjiswe likratshi labo, Nangenxa yokushwabula nokuhanahanisa abakuthethayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yesono somlomo wabo, nangenxa yelizwi lomlomo wabo, mabaqhayise ngekratshi labo, nangenxa yesiqalekiso nobuxoki;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kukrwada ukuthetha kwabo; mabaxakane nekratshi labo, kuba bayaqalekisa, futhi bayaxoka.