Psalms 59:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, kangela, balalele umpefumlo wam; abanamandla babutelene ngakum; kungeko isigqito sam, kungeko nesono sam, Yehova!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nabo bewulalela umphefumlo wam; Baqukana ngam abanamandla, Kungekho lukreqo kum, kungekho sono kum, Yehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, yabonani, bawondla umphefumlo wam; kungekhona ngenxa yokunxaxha okanye isono sam, Yehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyabona bayandilalela. Izikhohlakali zidibana ngam, ndingonanga nokona, *Ndikhoyo.