Psalms 59:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wena, Yehova! uya kubahleka; uya kudela abaheyideni bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena, Yehova, uyabahleka, Uyazigculela zonke iintlanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke wena, Yehova, uya kubahleka; niya kuzigculela zonke iintlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wena, Ndikhoyo, uyabahleka; ewe, ziyintlekisa kuwe iintlanga.