Psalms 6:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke intshaba zam zodaniswa, zituswe kakulu; zobuya zidaniswe ngesiqupe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ziya kudana, zikhwankqe kakhulu, zonke iintshaba zam; Ziya kubuyiswa zidanile ngephanyazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ziya kudana, zibe noburhalarhume zonke iintshaba zam; wabuya nazo zaphakama ngoko nangoko iintloni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ziya kudana, zidideke zonk' iintshaba zam; ziya kujika ngephanyazo, ziphoxekile.