Psalms 60:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaye utixo siya kwenza ngobuṙoti; ngokuba enguye oya kunyatela pantsi ababandezeli betu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NgoThixo siya kweyisa, Wobagqusha yena ababandezeli bethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
NgoThixo siya kwenza ngenkalipho, kuba yena uya kuzinyhasha iintshaba zethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uThixo ungakuthi siya kuphumelela; uya kuzinyhasha iintshaba zethu.