Psalms 60:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
i‐Mowabi isisitya sam sokuhlambela; pezu kwe‐Edome ndoposa isihlangu sam; danduluka ngovuyo ngenxa yam, Filistiya!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMowabhi sisitya sam sokuhlambela, Ndiyiphosa kuEdom imbadada yam; Filisti, nkqangaza wena ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMowabhi sisitya sam; Ndiyiphosa kwaEdom imbadada yam; Filistiya, uloyiso lwam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMowabhi yintili yam yebhongo; ke yena uEdom ndiyambanga. EFilistiya ndikhwaza uloyiso.”