Psalms 61:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kuhlala ententeni yako kude kube ngunapakade; ndiya kupepela esigubungelweni samapiko ako. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuphambukela ententeni yakho ngonaphakade, Ndiya kuzimela ngesithe lamaphiko akho. (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuhlala ententeni yakho ngonaphakade; Ndizimela ngesithe lamaphiko akho. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuhlala kwakho njalo-njalo, ndithi ncwaba phantsi kwaloo maphiko.