Psalms 62:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bayacebana kupela ukuba bamwise ebukulwini bake; bayatanda ubuxoki; bayatamsanqelisa ngomlomo wabo, kanti ngombilini wabo bayaqalekisa. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bagqibe kwelokuba bamtyhale bamsuse ekuphakameni kwakhe kuphele; Bakholene namanga; Basikelela elowo ngomlomo, embilinini yabo bayatshabhisa. (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babhunga ke ngokumphosa phezulu; banandipha ubuxoki; basikelela ngomlomo, kanti embilinini bayatshabhisa. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nizungula ukumbhukuqa awe; niqhayisa ngokuxoka. Ngomlomo niyathamsanqelisa, ukanti niyaqalekisa ngaphakathi.