Psalms 62:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usindiswa lwam lu kutixo, kwa nobungcwalisa bam; ilityekazi lamandla am, n endawo yam yokupepela, zikutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
KunoThixo ukusindiswa kwam nozuko lwam; Iliwa lokunqaba kwam nehlathi lam likuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
KuThixo usindiso lwam nozuko lwam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndisindiswa nguThixo, uliwonga lam. UThixo yinqaba yam, ndizimela ngaye.