Psalms 62:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso abantu abamnyama abandawo; abantu abakulu babuxoki: esilinganisweni bayanyuka, belula kokungendawo kwa kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bangumphunga kwaphela onyana boluntu, ngamanga oonyana bamadoda; Esikalini bangenyuka, Bangumphunga bephelele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okwenene, abantu abaphantsi bangamampunge, nabaphakamileyo bangamanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bafana nomphunga. Umntu yinto engento yanto. Akubekwa esikalini ukhaphukhaphu; hayi, kubhetele kwaphepha.