Psalms 63:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukumkani uya kuvuya kutixo; abo bonke bamfungayo boqa̔yisa; kodwa umlomo wabo bateta ubuxoki wovingcelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yena ukumkani uya kuvuya ngoThixo; Baya kuqhayisa abo bonke bafunga yena; Ngokuba uya kuvingcwa umlomo wabathetha ubuxoki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena ukumkani uya kuvuya ngoThixo; Othetha ubuxoki uya kuqhayisa; Ke wona umlomo wabaxokayo uya kuvinjwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena ukumkani uvuyiswa nguThixo. Bonke abaqamela ngaye baya konwaba. Amaxoki ke wona aya kusikw' umlomo.