Psalms 63:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndize ndibone amandla ako nobungcwalisa bako, njengokuba ndikubonile endaweni eyingcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndenjenjalo ukukhangela kuwe engcweleni, Ukuba ndibone amandla akho nobuqaqawuli bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba ndiwabone amandla akho nobuqaqawuli bakho, njengoko ndakubonayo usendaweni engcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndikuzingela phakathi *esibingelelweni, ukuze ndibone amandla nesidima sakho.