Psalms 63:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kukubonga ngokunjalo nxa ndisadla ubomi; ndiya kupakamisa izandla zam egameni lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kwenjenjalo ukukubonga lo gama ndihleliyo, Ndiphakamise izandla zam egameni lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kukubonga lo gama ndidla ubomi, Ndiphakamise izandla zam egameni lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kukubonga lo gama ndisaphilayo; ndiya kunyukela kuwe ngomthandazo.